uwubona uza nantoni
umzantsi afrika `omtsha'
wonk'umntu
phandl'apha
kanye-kanye
banqakule
abakwidabi lepolitiki 
ngedemokrasi 
bavakala besithi
alithandabuzeki
le nqwelo
ithe chu
iza kubazela nantoni
xa ifikile
banethemba
imfundo ebhetele 
nekamva elibhetele 
abangenandaba
umbukele umabonakude
ubabukele abantu
bematsha 
nanqokulingana kwamalungelo
luthethathethwano
eza kuba ngumahluko
yintoni ke enye
andinalwazi tu
bambalwa kakhulu
abangazikhathazi
ngokucinga
nangeenguqulelo
unethemba elikhulu
ngekamva
nelungelo lokuvotela 
urhulumente 
kwilizwe loobawo
elilelam
umvuzo
olingana
uofunyauwa ngabeLungu
ukuphila kwiimeko
ndikhululeke
ukuhamba-hamba
ndingasuswa ngenkani
ematyotyombeni
ngoloyiko
kwemithetho yocalulo
umthengisi wemifuno
ubaleke walanda
imvume yakhe yokuthengisa
ndinayo imvume
yokuthengisa
ukuqhuba ishishini
ngaphandle kokukhathazwa
ukukhululeka
ukuthengisa izinto zam
ndingumntu nam
ugqirha mandela ubiza
badibane
usekela Mongameli
uvumbuluke
ebetha ikhwelo
kudityanwe
ngokukhawuleza
imigaqo
namasolotya
okubumba
umgaqo-siseko
ikwathe
makungxanywe
ukwayiphindile
ukhulule onke
amabanjwa ezopolitiko`
kwijele
esithebeni
yokunyusa ingxowa
kuzanywe
ukuqondwa
onokuthenjwa
ngokubumba
ukwayikhabile
ukhuselo lwamalungelo 
egcuntswana
lwentlanga
osulungekileyo
ungenabuhlanga nacalulo
nesiwulwelayo
ukwayo-ntengo luya vakala
ngunam-nawe
abarhwebi
inkal'ixinge etyeni
yokwayo-ntengo
kwingingqi
bekroba
lugunyaziswe
lubizwa 
le mibutho
urhulumente
afezekise
izithembiso
zokukhulula onke amabanywa
ukubuyisa
imbacu
naphesheya kwelwandle
besaba ingqumbo
nokunyanzelisa
ubuyisele
awabagxothayo
ehle
ikwakhalazele
imidla mbila
zizingela
yokuthena
yolwamvila
uluvo lomhleli
asikho isizathu
kusekwe
indlu yowiso mthetho
yexeshana
imibutho yomzabalazo
yomntu oNtsundu
ngokukhawuleza
akucaci
kwelinye icala
uguzula yonke
ingxaki
ayingowesininzi
ngowegcuntswana
nalanxantathu wepalamente 
equka abebala 
asinto ikholisa bani
ebizintsika zemiqobo
yokwahlulwa kwe ndawo zokuhlala
uya yingcwaba
ngumdlali aphinde
kwayena abe ngusompempe
ilungelo
lokuhlala naphi na
bengazange
mivuzo yokuphila
ngetshova

